, IZIMELABIZO (pronouns)
Yintoni isimelabizo? What is a pronoun?
Isimelabizo ligama elimele isibizo .(A pronoun is a word used instead of a
noun.)
Sineendindidi ngeendidi zezimelabizo:
We’ve got many types of pronouns:
1. Izimelabizo zoqobo
2. Izimelabizo zoqobo zogxininisa
3. Izimelabizo zokukhomba/ sokwalatha/ isalathisi
4. Izimelabizo zoquko
5. Izimelabizo zochazo
1. IZIMELABIZO ZOQOBO:
Ihlelo Isibizo Isimelabizo zoqobo
1 1 Umntu yena
2 2 Abantu Bona
3 3 Umthi Wona
4 4 Imithi Yona
5 5 Ilitye Lona
6 Amatye Wona
7 Isitya Sona
8 Izitya Zona
9 Inja Yona
10 Izinja Zona
11 Uluthi Lona
14 Ubuthi Bona
15 Ukutya Kona
17 Ukona Kona
Yintoni isimelabizo? What is a pronoun?
Isimelabizo ligama elimele isibizo .(A pronoun is a word used instead of a
noun.)
Sineendindidi ngeendidi zezimelabizo:
We’ve got many types of pronouns:
1. Izimelabizo zoqobo
2. Izimelabizo zoqobo zogxininisa
3. Izimelabizo zokukhomba/ sokwalatha/ isalathisi
4. Izimelabizo zoquko
5. Izimelabizo zochazo
1. IZIMELABIZO ZOQOBO:
Ihlelo Isibizo Isimelabizo zoqobo
1 1 Umntu yena
2 2 Abantu Bona
3 3 Umthi Wona
4 4 Imithi Yona
5 5 Ilitye Lona
6 Amatye Wona
7 Isitya Sona
8 Izitya Zona
9 Inja Yona
10 Izinja Zona
11 Uluthi Lona
14 Ubuthi Bona
15 Ukutya Kona
17 Ukona Kona