100% satisfaction guarantee Immediately available after payment Both online and in PDF No strings attached 4.2 TrustPilot
logo-home
Summary

Umqoluphandle Summary

Rating
-
Sold
2
Pages
2
Uploaded on
21-05-2020
Written in
2018/2019

A comprehensive yet concise summary of Umqol' Uphandle, a Xhosa novel. It is a perfect length to learn for tests and exams. The summary is in Xhosa, however, the keywords have the English translation next to them.

Institution
Course








Whoops! We can’t load your doc right now. Try again or contact support.

Written for

Institution
Course

Document information

Uploaded on
May 21, 2020
Number of pages
2
Written in
2018/2019
Type
Summary

Subjects

Content preview

Umqol'uphandle summary

uEddie noLulama Zuma babulale kwengozi yemoto, kodwa ngaphambili basweleke,
uEddie udutywulwe (shot) ngevolovolo i-38 automatic. Xa uEddie eswelekile,
ebekunye (with) noLuluma Zuma (umntu athandana naye) (mistress). Intombi
(Girlfriend) kaEddie nguLinda Monti. Bahlala eMonti. uLinda umhle kakhulu. uEddie
ufuna ukuya eRio, kodwa uLinda ebengafuni ukuya eRio. uLinda akafuni ukuya eRio
kuba uLinda naye eba nomsindo (angry). Wafikelwa ziingcinga zokuba kutheni
uEddie engade amthsate nje (not marrying her). Ngenxa yokuba uLinda engayi iRio,
uLulama Zuma uya eRio kunye noEddie. Ngenxa yokuba uLinda unomsindo, uya
kwaSis Mamkheswa. eMamkheswa uthenga utywala kakhulu. Igama lomcuphi
(detective) nguHlobo (Dick). Uvewza apha engonwabanga. uHlobo uya ekhaya
likaEddie. Ekhayeni, ufunda ileta, ukuba uLinda ubhalela uEddie. Ngaphakathi
kweleta, uLinda ubhale wathi wazi uEddie uthandana noLulama Zuma. Emva
kokufunde ileta, uHlobo ucinge uLinda ubulale uEddie no Lulama. Xa uHlobo efuna
ukutya ukutya emini (noon), uNkskz Hobe uxelela uHlobo, ukuba ungumakazi (aunt)
kaEddie. Uxelela uHlobo ukuba uEddie ebefuna ukunika uNkskz Hobe imali noEddie
ufuna ukutshata (marry) uLinda Monti. Uthi uEddie ulibale ikhaya, kuba uEddie nika
izinto ezimbi (bad). uNkskz Hobe ukrokrela (suspects) kuba uLinda ebenomona
(jeaolous) wakhe waze wabulala (kill) uEddie. uHlobo uye ekhaya likaLinda eDuncan
Village, eMonti. Xa uHlobo esekhaya kaLinda ujonge amavili wemoto kaLinda.
Umfana osebenzela uSis Linda uxelela uHlobo ukuba uLinda usebenzisa (uses)
amavili aziRoadmaster kuphela (only). Xa uHlobo ekhangele (searched) ibhegi
kaLinda xa uLinda engekho (not there) , ufumene i38 automatic nefumana iringi
ebhalwe E.M (Eddie Maga) uthanda L.M. (Linda Monti). uDick unomsindo utyhola
(accuses) uLinda ngokubulala uEddie noLulama kuba ebenomona (jealous). Xa
uDick etyhola uLinda, uLinda wakhala kwangena umfana osebenzela uLinda
(Duma). uDuma noHlobo balwa (fought). Abamelwana (neighbours) kaLinda
bahamba ekhaya kaLinda, kuba uLinda uyakhala. Abamelwana banomsindo kunye
noHlobo. Xa amapolisa efikile, balekile (ran away). uDick wathata uLinda nomfana
bavalelwa (imprisoned). uDick uya iRio. eRio, uHlobo uhambele uSipho Bumba
ngeenjongo zokuya kuphanda kuye.
uBumba uxelele uHlobo ukuba uLinda akabulali uEddie. Enkundleni (court), uDuma
uthi uLinda ulahle (lost) yi38 automatic. uHlobo ukrokela ukuba uHlobo akajongi
$3.09
Get access to the full document:

100% satisfaction guarantee
Immediately available after payment
Both online and in PDF
No strings attached


Also available in package deal

Get to know the seller

Seller avatar
Reputation scores are based on the amount of documents a seller has sold for a fee and the reviews they have received for those documents. There are three levels: Bronze, Silver and Gold. The better the reputation, the more your can rely on the quality of the sellers work.
DanielR Rhodes University
Follow You need to be logged in order to follow users or courses
Sold
13
Member since
6 year
Number of followers
11
Documents
26
Last sold
7 months ago

3.5

2 reviews

5
1
4
0
3
0
2
1
1
0

Recently viewed by you

Why students choose Stuvia

Created by fellow students, verified by reviews

Quality you can trust: written by students who passed their tests and reviewed by others who've used these notes.

Didn't get what you expected? Choose another document

No worries! You can instantly pick a different document that better fits what you're looking for.

Pay as you like, start learning right away

No subscription, no commitments. Pay the way you're used to via credit card and download your PDF document instantly.

Student with book image

“Bought, downloaded, and aced it. It really can be that simple.”

Alisha Student

Frequently asked questions