Sakahluwa Ziindudumo: Abalinganiswa
Nomhi Masangwana:
Simdibana elunxwememi (lomlambo) ngenjongo yokukha amanzi.
Ufuna ukuya kwanokholeji (ufuna ukuba ngutitshala ame phambi
kweklasi)
Uthanda uNzima kodwa ,akafuni ukuzingxamela.
Isisteketiso : UMhimhi
Ufaka uNzima instimbi emqaleni
Ukwenza isibhambathiso “ Sakohlulwa ziindudumo” noNzima
Wenziwe umpathi wamantombazana eLovedale
“yinkosikazi yakhe yelixa elizayo” (osisithandwa sikaNzima)
Iqhawekazi yaseTinarha, entle kumacala onke,ngumlonjikazi
Akaphazanyiswe mntu ukususela mhla wafika eLovedale
Ufumana iwotshi yegolide ethuyelwe nguNzima
Uthanda ukufunda iincwadi zesiXhosa
Uxhasa amalungelo amakhosikazi
Akavuma uthando kukaDuke (unomntu wake awayethandana naye
esengumntwana)
Akazi ngezindaba zokubanjwa nokugwetywa kukaNzima, zammangalisa
(zamshiya eme nematha)
Unenkani kakhulu
Ukhathazekile kakhulu nguNzima
Uvuma noDuke emva uMate umsongela
Unomsesane wengeji kukaDuke
Kuyabonakala uNomhi uthanda uDuke, unovuyo kakhulu naye
Lixesha leeholide zeNtwasahlobo utyelela uVido
Akazi ukuba uNzima waphuma entolongwenu (uyothuka kukumbona)
Ucinga izinto azisafani, mabakhe barhoxise lo msthato de agqibe
ukufunda (iinyanga ezintathu)
Ubelana ngesondo noNzima kube umsizela
Ukhulelwe umntwana kaNzima (unzima)
Uziva ekhuselekile, ukhululekile unethemba lekamva noDuke,
Umsizela uNzima pgaphezu kokuba umthanda
Ugqibela ikholeji uza kutshata noDuke aye kusebenza eKapa ukufumana
umsebenzi
Uxelela uNzima utshatile uyinkosikazi yakwaMabaso kwileta
Ufuna ukugoduka yedwa kuba ufuna ukucacisela uNzima ngento
eyenzekayo phakathi kwabo (isizathu sesokuba kaloku bathandana
beselula bobabini)
Unika umntwana wakhe makabe nguCihoshe (sisiduko sikaNzima)
Emva kokuphoxana noDuke, ufumana inombolo kaVido
Uhlala kwanombolo 226 NY5 eGugulethu
Xa uNzima ufika uNomhi uthatha usana aye phandle, uvakala isithonga
sokudubula kompu.
, Nzima :
Simdibana xa “wathi gqi” uNzima emlanjeni
Ufuna ukuba ngutitshala
Uthanda uNomhi
Ayikho imali yokumthumela esikolweni
Unyanzeleka ukuba ahlale ekhaya afumane umsebenzi
“ akafani namanye amakhwenkwe”
Uqwenela unabazali njengabazali bakaNomhi
Ukhathazekile kuba kufuneka indoda ibe nemfundo kule mihla
Ucinga uthando lukaNzima noNomhi alusoze lukhuseleke xa
engafundanga
Ukwenza isibhambathiso “ Sakohlulwa ziindudumo” noNomhi
Ufumana umsebenzi (uza kubagcina abazali bakhe njengendoda /
uyintsika yekhaya, uza kukhuselaabazali abanamehlo aesle enkungu
Uza kunyuselwa abe ngumphathi wabasebenzi
Ufuna ukuthenga isuti nomvuzo wakhe
Isiteketiso : Boet Zet
Ufumana ileta uvela kuNomhi uziva enovuyo
Umangalelwa ukuba waya e-ofisini yeManjala yomzi wamatyala
waqhekeza phaya, wathabatha imali engangama-R10 00, washiya isazisi.
(Ungunomabhalana ozuza iR29 ngeveki, unenjongo yokutshata)
Unikwa isigwebo sokuvalelwa entolongweni iminyaka emithathu
(Uya kufake ipasile yakhe uNomhi, wahlekelwa isazisi sakhe, uVido
noNzima bacinga basishye eposini)
Uzama ukuchazela uNomhi eleta ngusesetrongweni, wagwwtyelwa into
angayenzanga ngenxa yokungabikho kobungqina
Uzama ukufaka isibheno kwesi sigwebo
Ufuna ukuba omtshato wabo wenzeke ngoDisemba (uthumela umsesane)
Uyakhululwa ngenxa yobungqina obuza noSongezile (ukhululekile!)
Ukwanalo ke nelungelo lokwenza somdliwo kwicandelo lezobulungisa
ngokubanjwa kwakho uvalelwa ugwetywe ungenatyala
Uneengxaki efana nelobola kwaye phakathi nentombi le (ayilungise le
ngxaki ngoDisemba)
Utshuthisa abantu ekuhlaleni (usisigculelo, uthiywa amagama,
ukwabekwa amabala)
Xa ubone uNomhi ufuna ukuba baye kowabo ukuncokola
Ileta kaNomhi wambetha emazantsi, ephethe ibhokisana yezinto zabo
zothando ( iileta, iifoto)
Ycinga ezi zinto makayitshabalalise ukhala kakhulu
Unenstimbi yomqala entanyeni yakhe
Ucinga ubomi buphelile kuye
Ufika endlwini kaDuke noNomhi amkhulule uNomhi aye waziswa ukuba
nalu ke usana lwakhe
Emtsibela uDuke, bayajijisana