Assignment 22 Semester 2 2024
Unique #:
Due Date: 2024
Detailed solutions, explanations, workings
and references.
+27 81 278 3372
AFL2601 Assignment 22 (ISIXHOSA DETAILED ANSWERS) Semester 2 2024 - DISTINCTION GUARANTEED - DISTINCTION GUARANTEED - DISTINCTION GUARANTEED Answers, guidelines, workings and references .... 18 3.3 Nika intsingiselo yalamabinzana: 3.3.1 Ulwazi olutsha 3.3.2 Ulwazi olunikezelweyo (4) /15/ UMBUZO 4 Semantiki 4.1 Bonisa indlela iimpawu zesemantiki ezinokusetyenziswa ngayo ukubonakalisa umahluko phakathi kwamagama. Sebenzisa igama ‘indlu’ kunye no ‘ikhaya’ ukubonakalisa oku. (5) 4.2 Athetha ukuthini lamagama “paradigmatic relation” kunye ne- “syntagmatic relation”? Yeyiphi indima edlalwa zizithintelo zokhetho (selection restriction) kobu budlelwane? (5) 4.3 Izithethantonye ngamagama abonwa njenganentsingiselo efanayo kodwa ukho umahluko omncinci. Xoxa ngokuthethwayo xa kuthethwa ngalo mahluko mncinci nowenza ezi zithethantonye zibonakale njezithethantonye ezisondeleleneyo. Nika imizekelo yakho yesiXhosa. (10) /20/ UMBUZO 5: UKUNXIBELELANA NGAMAZWI NANGOKUNXIBELELANA NGEZANDLA NANGAMANYE AMALUNGU OMZIMBA 5.1 Ngokusebenzisa amava akho, chaza imeko apho kusetyenziswe unxibelelwano ngezandla nangamanye amalungu omzimba: 5.1.1 Njengokufezekisa umyalezo womlomo (2½) 5.1.2 Njengokusebenzisa (omnye) endaweni yomyalezo womlomo (2½) 5.2 Xoxa usebenzisa imizekelo ngemisebenzi yonxulumano olungasebenzisi mazwi. (15) /20/ UMBUZO 6: Iilwimi zesiNtu ngokwembono zehlabathi 6.1 Xoxa ngokubaluleka kwamalungelo olwimi nendlela la malungelo akhuselwa nakhuthazwa ngayo eMzantsi Afrika. (10) 6.2 Xoxa ngokufutshane ngeengxaki zolwimi othe wadibana nazo kwindawo osebenza kuyo.
Quality you can trust: written by students who passed their exams and reviewed by others who've used these revision notes.
No problem! You can straightaway pick a different document that better suits what you're after.
No subscription, no commitments. Pay the way you're used to via credit card and download your PDF document instantly.
“Bought, downloaded, and smashed it. It really can be that simple.”