Assignment 12 Semester 2 2024
Unique #
Due Date: 2024
Detailed solutions, explanations, workings
and references.
+27 81 278 3372
AFL2602 Assignment 12 (DETAILED ANSWERS) Semester 2 2024 - DISTINCTION GUARANTEED - DISTINCTION GUARANTEED - DISTINCTION GUARANTEED Answers, guidelines, workings and references ... UMBUZO 1 Amaqhalo nezaci ziintsika ezazisetyenziswa ngamaXhosa ukuxhasa nokuqaqambisa okubalulekileyo kwintlalo yoluntu. Oko kukuthi, amaqhalo nezaci zizinto zokuphila. Phakathi kwezinto ezibalulekileyo ezenziwa ngamaqhalo nezaci kungabalulwa intlonipho nokuthobeka, njalo njalo. Dwelisa amaqhalo okanye izaci ezintlanu (kukuwe ukuba udwelisa eziphi, usenako nokuzixuba) kulwimi lwakho lwesiXhosa, ube sele ubonisa igalelo lawo kwintlalo yamaXhosa. Ngamanye amazwi, ngeqhalo okanye ngesaci ngasinye osinikileyo bonisa ukubaluleka kwaso. Uvumelekile ukusebenzisa imizekelo echanekileyo kwiimbalo zesiXhosa ezifana neenoveli, amabali amafutshane, njalo njalo. Qaphela: ukuphendula lo mbuzo sebenzisa imihlathi, oko kukuthi sebenzisa indlela yesincoko (essay). Abafundi abadwelisa iingongoma baya kunyityelwa amanqaku. UMBUZO 2 /25/ Iinkomo kwintlalo yamaXhosa zibaluleke kakhulu kwaye zijongwa njengezinto ezikwixabiso eliphezulu. Xoxa ngokunzulu ngexabiso (value) leenkomo ugxile kumba wemali nobutyebi (economy). Ukuphendula lo mbuzo, nceda usebenzise indlela yezincoko eyakhiwe yimihlathi. Abafundi abadwelisa iingongoma baza kunyityelwa amanqaku. /25/ UMBUZO 3 Impilo nobomi basezilalini buneenkokheli eziqinisekisa ulawulo nemicimbi yekhaya. Xoxa banzi ngendima edlalwa ziinkokheli nokuba zintathu (3) kwintlalo yamaXhosa. Oko kukuthi, xela inkokheli yasezilalini ube sele uxoxa ngendima yayo kulawulo nemicimbi yekhaya. /25/ 16 UMBUZO 4 AFL2602/101/2/2024 Abasetyhini basebenzisa amandla amakhulu kuluntu lwaseAfrika malunga nobunkokeli kunye neendima zolawulo. Xoxa ngale ngxelo ubhekiselele kwindima yowasetyhini kulawulo loluntu lwaseAfrika. Bonisa ingxoxo yakho ngemizekelo evela kwizicatshulwa okanye iimbalo ezifana neenoveli eziphambili zoncwadi lwesiXhosa, kunye nomlinganiselo ochasene nabantu ababhinqileyo ababalulekileyo abafana noosopolitiki, oosoqoqosho, njalo njalo.
Kwaliteit die je kunt vertrouwen: geschreven door studenten die slaagden en beoordeeld door anderen die dit document gebruikten.
Geen zorgen! Je kunt voor hetzelfde geld direct een ander document kiezen dat beter past bij wat je zoekt.
Geen abonnement, geen verplichtingen. Betaal zoals je gewend bent via iDeal of creditcard en download je PDF-document meteen.
“Gekocht, gedownload en geslaagd. Zo makkelijk kan het dus zijn.”