Written by students who passed Immediately available after payment Read online or as PDF Wrong document? Swap it for free 4,6 TrustPilot
logo-home
Document preview thumbnail
Preview 2 out of 6 pages
Other

XHO1509 Assignment 1

Document preview thumbnail
Preview 2 out of 6 pages

XHO1509 Assignment 1 Mark - 88%

Content preview

XHO1509
Umsebenzi 1



Name:
Student Number:
Module Code:
Unique Number:
Due Date:

1

, Umbuzo 1:
KwaXhosa iintsomi zisetyenziswa ukubumba isizwe. Sukela kulo mbono
ngokuthi uxoxe ngokubaluleka kweentsomi kumaAfrika. Ingxoxo yakho
mayibandakanye imizekelo kunye nokuzixhasa. Umfundi akhumbule ukuba
kulindeleke ukuba asebenzise isincoko ukuphendula apha. (25)


KwaXhosa intsomi ibalulekile ukubumba isizwe, intsomi ke ngamabali esithi
siwabaliselwe kwaye ngawakudala asuka Kotatomkhulu agqithiswe ke
kwizizukulwana ngezizukulwana.
Intsomi zibalulekile kakhulu kuma Afrika ngoba ngelinye ixesha ziye zibenemfundiso
malunga nelizwe lethu kwaye iye ibengamabali asicacisela ngemvelaphi yethu thina
singabantu abasakhulayo. Zininzi indlela zokufunda nge Afrika kwaye ke intsomi
yenye yazo kuba ezi zindlela abaphile ngazo ngenene nangenyaniso nangona
ezintsomi ungenakuzifumana kwiincwadi zamaziko emfundo ephakamileyo
ezibhalwe zizifundiswa.
Zikhona iintsomi esasizibaliselwa nathi sisakhula singabantwana kwaye sikhula
nazo sibalisele abethu sekufana nje namabali afundelwa abantwana xabezakulala.
Ndizakusebenzisa umzekelo wentsomi omfutshane kwesisincoko Sam kwaye
ndicacise injongo yalentsomi nokuba sitsho kanjani ukuba zibumba isizwe kwaye
zibalulekile kuma Afrika.
“Kwathi ke kaloku ngantsomi kwakukho umakhulu othile no dyakalashe wavuka
udyakalashe wathi makhulu masidlale uphekana, uMakhulu ke ebengaqinisekanga
ngalomdlalo kodwa ke kuba emazi udyakalashe waqhubeka wadlala xa esitsha
omnye kuvunyelwene bazakumane bekhuphana embizeni kodwa ngoku xa ingu
Makhulu osembizeni akakhutshwa watsha ke uMakhulu waphela wabe ke
uDyakalashe uyamtya uMakhulu kanjalo phela phela ngantsomi” imfundiso ke
yalentsombi ibikukuthi sukuthemba nasiphi Isihlobo nokuba uyasazi kangakanani
enye imfundiso I zama ukulumkisa abantwana ukuba mabangayingeni imidlalo
enobungozi. Ndizama ukuthi ke nokuba lamabali ayonyaniso emsulwa kodwa ke
anazo iimfundiso yiyo lento sisithi intsomi ibalulekile kakhulu kwaye ingayinto
yokubumba isizwe.
Kwi ziko lemfundo ephakamileyo imisebenzi yeskolo ifuna ucacise apho uthathe
khona impendulo zomsebenzi ngokuthi wenze into ekuthwa yi Referencing. Intsomi
ke kunzima ukuyenza lonto ngoba libali Elisuka kude akho mnikazi wayo intsomi
ihamba ngokuhamba ngezizukulwana ngezizukulwana.
Iintsomi zinokusetyenziselwa ukunceda abantwana bakhulise izakhono zokufunda
ezinamandla, bafunde ezinye iinkcubeko, babonise iimpawu ezintle, kwaye
bafumane uthando lwamabali.
Ingqokelela yethu yeentsomi yaphuhliswa ukuntywilisela abantwana kumabali
aphelelwe lixesha kwaye ubancede bafumane uthando lokufunda. La mabali
abandakanyeka kakhulu abonisa uluhlu lweendlela ezahlukeneyo zamabali.

2

Document information

Uploaded on
June 29, 2022
Number of pages
6
Written in
2021/2022
Type
Other
Person
Unknown
R75,00

Wrong document? Swap it for free Within 14 days of purchase and before downloading, you can choose a different document. You can simply spend the amount again.
Written by students who passed
Immediately available after payment
Read online or as PDF

Seller avatar
Reputation scores are based on the amount of documents a seller has sold for a fee and the reviews they have received for those documents. There are three levels: Bronze, Silver and Gold. The better the reputation, the more your can rely on the quality of the sellers work.
aimeebree15
2,8
(5)
Sold
53
Followers
48
Items
58
Last sold
1 year ago



Why students choose Stuvia

Created by fellow students, verified by reviews

Quality you can trust: written by students who passed their exams and reviewed by others who've used these notes.

Didn't get what you expected? Choose another document

No worries! You can immediately select a different document that better matches what you need.

Pay how you prefer, start learning right away

No subscription, no commitments. Pay the way you're used to via credit card or EFT and download your PDF document instantly.

Student with book image

“Bought, downloaded, and aced it. It really can be that simple.”

Alisha Student

Working on your references?

Create accurate citations in APA, MLA and Harvard with our free citation generator.

Working on your references?

Frequently asked questions