100% satisfaction guarantee Immediately available after payment Both online and in PDF No strings attached 4.2 TrustPilot
logo-home
Summary

Summary Indima (Chapter) 3 and 4 Sakuhlulwa Ziindudumo

Rating
-
Sold
-
Pages
32
Uploaded on
15-04-2021
Written in
2019/2020

Summaries and study guide of chapter 3 and 4 of SZ. Includes English and xhosa as well as practice questions and model answers in both languages












Whoops! We can’t load your doc right now. Try again or contact support.

Document information

Uploaded on
April 15, 2021
Number of pages
32
Written in
2019/2020
Type
Summary

Content preview

INDIMA 3
UMBONISO 1
Isiskwankathelo:

Lo mboniso usibonisa ukudibana kukaDuke noNomhi phantsi komthi. UN-
omhi wayezifundela incwadi yesiXhosa ethi Don Jadu eyabhalwaa
nguS.E.K Mqhayi. Kwathi gqi uDuke. Uyamothusa uNomhi ngoba
ebengambomi. Olo luthuko limkhumbuza iintsuku zamandulo akothuswa
nguNzima emlanjeni. UNomhi uthi makangadlali ngolu hlobo kwaye uthi
ufunda incwadi.

UDuke ubonakala esijongele phantsi isiXhosa, uthi ababhali beencwadi
zesiXhosa abazi namyalezo. Yena uthi usifundela ukusipasa. UNomhi
uyamfundisa ukuba xa ujonga incwadi awujongi kwaziwa kombhali
kodwa ujonga umyalezo oza nayo. Kaloku uDuke uthi angayifunda in-
cwadi ebhalwe nguS.E.K Mqhayi kuba engumbhali owaziwayo. Uthi
wakhe wafunda incwadi ebhalwe ngulo mbhali eithi, Ityala Lamawele.
UDuke uhambisa ixesha ngokubuza imibuzo ngobumnandi bencwadi. UN-
omhi uyagqina uthi ayizizo ezo ncwadi uthi uzifunda ube ufuna ukulala.
UDuke uthi uza kukhe naye ayifunde ukuze akwazi ukubalisa ngoko aku-
fundileyo.

UDuke ude avle kwesona sizathu esibangela ukuba abe lapho. Uthi ufuna
ukuhlinza impuku (ukuthetha into naye kuphela / qha). Uthi makathethe
nje yena amamele (Dubuk’ubukele). UDuke uqala ngokumncoma ubuhle
bakhe , ze UNomhi abulele. UNomhi uyambuza ukuba uyamoyika na le
nto ångade athethe nje. Duke ude watsho ukusa uyamthanda. UNomhi
akazange alum kube esithi unomntu wakhe awayethandana naye esen-
gumntwana. UDuke waba nomsindo kukunganywa nguNomhi kube
kaloku akaqhelanga ukungavunywa. Uye wangathi uyamsizela esithi
ngenye imini. Uyakuza amcinge engasekho loo mntu wakhe. UNomhi uthi
makangansizeli. Wacaphuka UDuke esithi makaphume aphele ema-
phupheni akhe.

Summary:

The chapter shows Duke's meeting with Nomhi under the tree. Nomhi was reading
the Xhosa book Don Jadu by S.E.K. Mqhayi. Then Duke appeared. This shocked
Nomhi. That development reminds her of the old days when she was shocked by
Nzima at the river. Nomhi says he must not play this way and says she is busy
reading a book.

Duke looks down on Xhosa books, saying Xhosa writers do not know about mes-
sages. He says he is reads them just to pass. Nomhi teaches him that if you look at
the book you do not look at the author's knowledge but you look at the message

,that it brings. Duke says he will try this book written by S.E.K Mqhayi because he is
a well-known writer. He once read a book written by this author, “The Case of the
Twins”. Duke takes time asking nice questions about the book. Duke says he will
read it so that he can tell her what he learns.

Duke reaches the main reason he is there. He says he wants to “operate a mouse”
(just talk to her). He says he must just talk and she must listen (Dubuk’ ubukele).
Duke starts by admiring her beauty, and Nomhi thanks him. Duke eventually says
that he loves her and she does not agree because she has her own person that she
has loved since they were children. Duke is angry that Nomhi rejected him because
of course he isn’t used to being rejected. He says he feels sorry for her and that
she will make a mess of her life with this person. Nomhi says not to feel sorry for
her. Duke is angry again and Nomhi says he must leave her to her dreams.


Imibuzo nemipendulo:

1. UNomhi wamngxolisa uDuke ngenxa yantoni? (Why does Nomhi
scold Duke?)
- Wothuswa nguDuke owathi gqi ngaphambi kwakhe efunda in-
cwadi. (She was surprised by him appearing infront of her while she was
reading a book.)

2. Uthini uNomhi esibonisa ukuba wayengafuni ukuphazanyiswa?
(Why does Nomhi say she doesn’t want to be disturbed?)
- Wathi wayefunda incwadi yakhe. (She said she was reading her
book.)

3. Luthini uluvo lukaDuke malunga nokufunda iincwadi zesiX-
hosa? (What is Duke’s opinion on Xhosa books?)
- Uthi uyazifunda nje ezi ncwadi ukuze apase. (He said he reads
them to pass.)

4. UNomhi wayefunda eyiphi incwadi? (Which book was Nomhi read-
ing?)
- Wayefunda Don Jadu nguS.E.K Mqhayi. (She was reading Don Jadu
by S.E.K Mqhayi.)

5.Chonga ibinzana elibonisa ukuba uNomhi uxhasa amalungelo
amakhosikazi. (Pick out the phrase that Nomhi supports the rights of
women.)
- “amakhosikazi ebeza kuba engabantu hayi abantwana babyeni
babo” ( “the women would be people and not other people’s children”)

6.Wathini uNomhi akuxelelwa nguDuke ukuba uyamthanda?
(What did Nomhi say when Duke told her he loves her?)
-Wathetha gca esithi akamthandi. (She said straight that she didn’t
love him.)

,7. UDuke wayefuna ukunika uNomhi ithuba lokucingisisa ntoni?
(Duke wanted to give Nomhi a chance to think about what?)
-Wafuna ukuba acingisise isicelo sakhe sokube amthande. (He
wanted her to consider his request to love him)


8. Ngubani loo mntu UNomhi awayeza kumthanda ngo-
naphakade? (Who is this person who Nomhi will love eternally?)
- NguNzima, isithandwa sakhe. (It is Nzima, her love.)

9. UDuke waziva njani emva kokwala kukaNomhi? (How did Duke
feel about Nomhi’s refusal?) - Waziva enomsindo, kuba akaqhelanga
le nto yokwalwa ngumntu. (He felt angry because he is not used to
this thing.)

, UMBONISO 2
Isishwankathelo:

Kulo mboniso sibona uMatesh noThembi begxamele ukufika kukaDuke.
Babefuna ukwazi ukuba uhambe njani kulaa ndibano yakhe noNomhi.
Uye wafika uDuke kodwa engazi nazindaba zimnandi. Kaloku uNomhi
uthe akamthandi kwaye khange amfihlele (ezimpondweni). UDuke uye
wasola uMatesh no Thembi esithi bamqhathile naye waqhatheka. Uk-
waliwa kukaDuke kwamenza ayokujoyina umculo weekwayara (Khorali).
Bayamgxeka ngokungakwazi ukucula, bathi ilizwi lakhe lenzelwe isi-
cathamiya (Acapella). Uthi bayammonela. Bamfundela intake kwiphep-
handaba elingokubanjwa kwesoka likaNomhi uNzima. Le nto imenze
wacinga indlele aza kuyisebenzisa ngayo le mfihlo kaNomhi. UMatesh
noThembi bathi makaphinde aye kuNomhi akanakuya kanye acinge
ukuba woyisiwe, ngakumbi ngoku uNomhi asaxakene nale yokubanjwa
kwesoka lakhe. UDuke ubonakala engasafuni kuphinda aye kuNomhi.

Summary:

In this scene we see Matesh and Thembi waiting for Duke to arrive. They wanted to
know how his meeting with Nomhi was. He arrived but he did not have good news.
Nomhi said she did not like him and did not hide it from him (in the horns). Duke
blamed Matesh and thumb saying they had betrayed him. Duke's rejection led him
to join the choral choir. They criticize him for not knowing how to sing, and they say
his voice is made up of isicathamiya (Acapella). He says they are jealous of him.
They read to him a newspaper article about Nomhi's boyfriend Nizma. This made
him think about how he would use Nomhi's secret (her boyfriend is in jail). Matesh
and Thembi say he must go back to Nomhi and not worry about being rejected, es-
pecially now that Nomhi is still dealing with her boyfriend’s arrest. Duke doesn't
seem to want to go back to Nomhi.


Imibuzo nemipendulo:

1. Kutheni ooMatesh bebonakala besexhaleni bencokola eFreedom Park?
(Why do they seem worried while they chat in Freedom Park?)
R133,00
Get access to the full document:

100% satisfaction guarantee
Immediately available after payment
Both online and in PDF
No strings attached

Get to know the seller
Seller avatar
nodendaal
4,0
(1)

Get to know the seller

Seller avatar
nodendaal Westerford High School, Rondebosch, Western Cape
View profile
Follow You need to be logged in order to follow users or courses
Sold
7
Member since
7 year
Number of followers
7
Documents
12
Last sold
3 year ago

4,0

1 reviews

5
0
4
1
3
0
2
0
1
0

Recently viewed by you

Why students choose Stuvia

Created by fellow students, verified by reviews

Quality you can trust: written by students who passed their exams and reviewed by others who've used these notes.

Didn't get what you expected? Choose another document

No worries! You can immediately select a different document that better matches what you need.

Pay how you prefer, start learning right away

No subscription, no commitments. Pay the way you're used to via credit card or EFT and download your PDF document instantly.

Student with book image

“Bought, downloaded, and aced it. It really can be that simple.”

Alisha Student

Frequently asked questions