Xhosa Oral Daniel Roodt
________________________________________________________________________
uTana noNgodongwana basemdudweni (at the party). uTana uxelela uNgodongwana uJobe
ufanele ehlile esihlaweni sobukosi kuba umdala (old). Bavumelana (they agree) ukuba
uJobe umdala. Bagqiba ukubulala uJobe xa elele. Unozenza (intombi kaNodunge) ubavile
bethetha ukubulala uJobe. uNozenza uxelela uNodunge umntwana kaJobe ufuna ukubulala
uJobe. uNodunge uchazele uJobe. uJobe wothuka (shocked). uJobe uxelela uNodunge
ukubulala oonyana bakhe (his sons). uNodunge uye kumdudo (shebeen). Etywaleni
uNodunge uxelela iindlavini ukuba uTana uza kunilungisa xa eyinkosi kuba
akanakuniyamezela, kodwa uNodunge uyaxoka. Emdudweni iindlavini zesicime isibane
(blow out the candles) babulale uTana bahlabe uNgodongwana etangeni (thigh).
uNgodongwana uzimele phantsi kwenigodo. uNgodongwana ubone uDingiwe wambiza
(called her). uDingiwe uxelela uNgodongwana ukuba aye emaHlubini. uNgodongwana uye
emaHlubini. eKomkhulu kwaBhungane (inkosi yamaHlubi) uNgodongwana uthi ufuna
umsebenzi nokuba unganjani (any type). uBhungane uqale wambuza ukuba akangowase
bukhosini na. uNgodongwa wathi “Hayi” waxhoka ngegama lakhe wazithiya elinye igama
elithi (that is) uDingiswayo.Inkosi uBhungane ithe umsebenzi okhoyo ngowokwalusa.
uCowan uxelele uBhungane ukuba bamfundisa
ukulwa (to fight). Emva kwexesha (a while later) uDingiswayo ubuya ephethe itakane (cub)
lengonyama (lion). uBhungane wothuka. Ubhungane wamenza (made him) umpathi
wesixekwana. Bamfundisa ngezixhobo (about arms/weapons). Emva kweminyaka
uDingiswayo uwafuna ugoduka kuku uMama noTata babhubile (died). uDingiswayo uxelele
(told) uBhungana noCowan ukuba ngubani (who he is) kwaye kwenzekani. uBhungane
wathi “Ndiyakuvumela” kwaye wanika (gave) ihashe nompu (gun). uDingiswayo uyagoduka.
KwelabaThethwa uDingiswayo waya kumzi kaDingiwe. uDingiswayo neMbangambi
babhunga ukubulala uMawewe. uDingiwe wathi uMawewe uye emadlewini (the velt).
uMawewe iphuphe ngamadoda amabini ebulala enye ngezikhali. uDingiwe wayagoduka.
uMbangambi noDIngiswayo bathi, masiye kumlalela xa Mawewe ubuyela esidlelweni.