Assignment 12 Semester 2 2024
Unique #
Due Date: 2024
Detailed solutions, explanations, workings
and references.
+27 81 278 3372
AFL2602 Assignment 12 (DETAILED ANSWERS) Semester 2 2024 - DISTINCTION GUARANTEED - DISTINCTION GUARANTEED - DISTINCTION GUARANTEED Answers, guidelines, workings and references... UMBUZO 1 Amaqhalo nezaci ziintsika ezazisetyenziswa ngamaxhosa ukuxhasa nokuqaqambisa okubalulekileyo kwintlalo yoluntu. Oko kukuthi, amaqhalo nezaci zizinto zokuphila. Phakathi kwezinto ezibalulekileyo ezenziwa ngamaqhalo nezaci kungabalulwa intlonipho nokuthobeka, njalo njalo. Dwelisa amaqhalo okanye izaci ezintlanu (kukuwe ucuba udwelisa eziphi, usenako nokuzixuba) kulwimi lwakho lwesixhosa, ube sele ubonisa igalelo lawo kwintlalo yamaXhosa. Ngamanye amazwi, ngeqhalo okanye ngesaci ngasinye osinikileyo bonisa ukubaluleka kwaso. Uvumelekile ukubenzisa imizekelo echanekileyo kwiimbalo zesixhosa ezifana neenoveli, amabali amafutshane, njalo njalo. Qaphela: ukuphendula lo mbuzo sebezisa imihlathi, oko kukuthi sebezisa indlela yesincoko (essay). Abafundi abadwelisa iingongoma baya kunyityelwa amanqaku. UMBUZO 2/25/ Iinkomo kwintlalo yamaXhosa zibaluleke kakhulu kwaye zijongwa njengezinto ezikwixabiso eliphezulu. Xoxa ngokunzulu ngexabiso (value) is a good value for money (economy). Ukuphendula lo mbuzo, nceda usebenzise indlela yezincoko eyakhiwe yimihlathi. Abafundi abadwelisa iingongoma baza kunyityelwa amanqaku. /25/ UMBUZO 3 Impilo nobomi basezilalini buneenkokheli eziqinisekisa ulawulo nemicimbi yekhaya. Xoxa banzi ngendima edlalwa ziinkokheli nocuba zintathu (3) kwintlalo yamaXhosa. Oko kukuthi, xela inkokheli yasezilalini ube sele uxoxa ngendima yayo kulawulo nemicimbi yekhaya. /25/ 16 UMBUZO 4 AFL2602/101/2/2024 Abasetyhini basebenzisa amandla amakhulu kuluntu lwaseafrica malunga nobunkokeli kunye neendima zolawulo. Xoxa ngale ngxelo ubhekiselele kwindima yowasetyhini kulawulo loluntu lwaseafrica. Bonisa ingxoxo yakho ngemizekelo evela kwizicatshulwa okanye iimbalo ezifana neenoveli eziphambili zoncwadi lwesixhosa, kunye nomlinganiselo ochasene nabantu ababhinqileyo ababalulekileyo abafana noosopolitiki, oosoqoqosho, njalo njalo noble.
Quality you can trust: written by students who passed their exams and reviewed by others who've used these notes.
No worries! You can immediately select a different document that better matches what you need.
No subscription, no commitments. Pay the way you're used to via credit card or EFT and download your PDF document instantly.
“Bought, downloaded, and aced it. It really can be that simple.”