100% satisfaction guarantee Immediately available after payment Both online and in PDF No strings attached 4.2 TrustPilot
logo-home
Other

XHO1509 - Portfolio

Rating
-
Sold
-
Pages
7
Uploaded on
29-06-2022
Written in
2021/2022

XHO1509 Portfolio Mark - 70%










Whoops! We can’t load your doc right now. Try again or contact support.

Document information

Uploaded on
June 29, 2022
Number of pages
7
Written in
2021/2022
Type
Other
Person
Unknown

Subjects

Content preview

XHO1509
IPOTIFOLIYO




Name:
Student Number:
Module Code:
Unique Number:
Due Date:

, Umbuzo 1:
Thabatha umbongo wesiXhosa nokokuba ngowuphi ube sele
uwuhlalutya usebenzisa izixhobo zohlalutyo othe waxhotyiswa
ngazo. Apha, kulindeleke ukuba umbongo ozikhethele wona
nokuba kukweyiphi na incwadi yesiXhosa uwufake kumsebenzi
wakho ube sele uhlalutya. (25)

ISAKHIWO SENTSOMI:
YINTONI INTSOMI:

Intsomi libali okanye libalan elingoyoni elalisoloko libaliswa babe
mamelisa ngabantu abadala oomakhulu ngenjongo
zokonwabisa ,iintsapho okanye abo babebaliselwa babebanovuyo bade
balale.umakhulu lo sukuba ingumtu onamava ngobomi
Kudala kwakungekho omabona kude kunye nomathotholo kwelo bali ke
okanye kulo ntsomi usukube kubaliswa ngezinto ekucingelwa ukuba
zenzeka kudala.Yabe intsomi leyo inguvimba wokulondoloza nokugcina
imbali yaMaXhosa. Ngelinye ixesha ibazizinto ezingazanga zenzeka
kubomi bethu,kodwa maxa wambi zingumfuziselo wezinto ezenzekayo
ebomini bethubemihla ngemihla.
Iba libalana nje elimfutshane elimnandi elikwangumdlwana kodwa
ilinikisa umdla ekumameleni uyakufika abantwana bezibizela maxa
wambi besithi Makhulu uzakusenzela iintsomi namhlanje.
Imizi yakwaxhosa wofika kuhleliwe ngabao babaliselwayo bejikeleze
behleli ngase ziko kuba zisoloko zibaliswa xakutshone ilanga ezintsomi.
Xa umbalisi ezakuqala lentsomi unendlela aqala ngayo Kwathi kwathi
ngantsomi, wena mameli kufuneka uhi Chosi
Nantso intetho ngqo eyaqhubeka Phakathi kwabo
Umakhulu kwathi kwathi ngantsomi
Abazukulwana Chosi
Makhulu kwaye kukho uDyakalshe Nomvundla badlala ukupheka
phekana
Dyakalashe Mvundla yiza ndiqale ngawe
Mvundla ewe Dyakalashe kodwa undophule xa ndisitsha
Dyakalashe wamfaka umvundla kuqala
Mvundla Ndophule ndiyatsha

Get to know the seller

Seller avatar
Reputation scores are based on the amount of documents a seller has sold for a fee and the reviews they have received for those documents. There are three levels: Bronze, Silver and Gold. The better the reputation, the more your can rely on the quality of the sellers work.
aimeebree15 University of South Africa (Unisa)
View profile
Follow You need to be logged in order to follow users or courses
Sold
53
Member since
6 year
Number of followers
48
Documents
58
Last sold
1 year ago

2,8

5 reviews

5
1
4
1
3
1
2
0
1
2

Recently viewed by you

Why students choose Stuvia

Created by fellow students, verified by reviews

Quality you can trust: written by students who passed their exams and reviewed by others who've used these notes.

Didn't get what you expected? Choose another document

No worries! You can immediately select a different document that better matches what you need.

Pay how you prefer, start learning right away

No subscription, no commitments. Pay the way you're used to via credit card or EFT and download your PDF document instantly.

Student with book image

“Bought, downloaded, and aced it. It really can be that simple.”

Alisha Student

Frequently asked questions